This song is written to inspire every hustler out there.
Link:
Lyrics:
Yebo
Andalinto
Ubomi bunzima
Akulungi lutho
Yebo
Andalinto
Intlupheko igcwele
Usizi lubhalwe emehlweni
Kepha jake hall
Uthixo unendlela yakhe
Eyokuphakamisa
Athi bonke ababehleba ngawe
Yena abadanise
Ndithi
Uthixo unendlela yakhe
Eyokuphakamisa
Athi bonke ababehleba ngawe
Yena abadanise
Kodwa yonkinto
Inexesha layo
Ngoba uthixo
Unenjongo ngawe
Ewe yonkinto
Inexesha layo
Ngoba uthixo
Unenjongo ngawe
Hay si online baba woza
U Cairo umngani wethu
Wangena uMinollar
Yebo
Andalinto
Ubomi bunzima
Akulungi lutho
Yebo
Andalinto
Intlupheko igcwele
Usizi lubhalwe tomas hertl emehlweni
Kepha
Uthixo hotel unendlela yakhe
Eyokuphakamisa
Athi bonke ababehleba ngawe
Yena abadanise
Kodwa yonkinto
Inexesha layo
Ngoba uthixo
Unenjongo ngawe
Yiza baba
